Anitha mntumni

Anitha mntumni a young model & brand ambassador

28/11/2022

believe in you ,be you ,you know because no one can do you better.

28/11/2022

andinathemba .

inyembezi zam ngumjelo ukuncenceza ,luthafa ubugabalala bazo ,zintaba bude bazo ,sisiziba ubunzulu bazo .

intliziyo ayisoze ixole ewe kaloku yandenzela inzondo eyehlelayo ,uphulukame ne thunga lam ndingumtya andisoze kulibale ,luhlala njani uyuku ngaphandle konina ango ngamazwi an ofuni ukulandela ,yendula ukuna imvula ndinohamba ,latshona emini ekaloku themba lam ayisekho .

Ntsuku zabaleka oku kwenqwelo mafutha yabaguli ,kuphithizela ngathi liteko ekhaya ,kuthe cwe into into ephuma phambili sisikhala ,ingaba yiNtando kathixo okanye ? Ukuba yiyo nam ndithathe mdali akho Bomi ngaphandle kwalo umbileyo .

intliziyo lihlwili kukukhathazeka , inqondo ayiphuhlisi mibona ephathekayo kukudinwa ,mzimba uyokoyoko ubonisa ukungabinathemba kutheni nam themba ungandibulali kodwa wambulala esithi uyaphilisa Kanti uzomtyafisa.

by Mntumni Anitha .

Address

Butterworth

Telephone

+27644088683

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Anitha mntumni posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share