Ibali Lika inathi

Ibali Lika inathi Akhona amaxesha obumnandi Akhona nawobubi apho uye udinge abantu kodwa ubaba dele

04/09/2026

I'm on the weekly engagement list for Ntlupheko ndini.

02/09/2026

Ndifunde Umthanda

insert 13

Njengoba nisazi uba siswelekelwe apha endlini bekukubi yonke into bek*muncu kwanto namhlanje besizovisithelwa ngabantu bomsebenzi Baka mama nabaka Tata bekusele bexelelwe abamelwana ibihleli nje sisikhalo apha endlini eneneni lento ka Sivuyise isilimazile sonke apha endlini kulo Tata bebesebeyazi ngalomphanga kwaye bebothukile ngolona umntu ongakhange agule abike hlaba wasizimela esemncinane umama ebengayamnkeli kwaphela into yokulahlekelwa ngu Sivuyise ebengatyi esoloko enyembezana u Okuhle ebezivalela egumbini lakhe lokulala abukele I video zakhe no Sivuyise ebelimele kakhulu umntana ka tata u Akhanani yena ebezama ukuziqinisa nangona ubukwazi umbona uba wonakele ngaphakathi naye abenemini zokuya egumbini lika Sivuyise athathe pictures zika Sivuyise alike umntana ka mama bendingayithandi kwaphela lento ibilapha endlini amawele ke Ona ebenemini akhe ancokole ngaye usivuyise njengomntu ingathi angaphinde avuke kodwa ke leyo into ayizokwenzeka

01/09/2026

insert ezimbini zizongena later xolweni ngonilindisa

01/09/2026

With Ibali Lika inathi – I just made it onto their weekly engagement list by being one of their top engagers!

31/08/2026

hi guys can i have your WhatsApp tenz only if you don't mind 🙏

29/08/2026

guy's cela ni commente khona ukuze ndizobanawo umdla wobhala ndiyanicela Tu

29/08/2026

Iyaqhubeka

khange indiphathe kakuhle kwaphela incoko yam no caba ndiye ndabiwa bubuthongo ndisekwezo ngcinga ndothuka Sele kubethe intsimbi yeshumi ke namhlanje abazali kalawele bebezoya e airport ukuyolanda u Sivuyise ndiye ndavuka ndahlamba ndacoca igumbi lam lokulala ndehla ndaya ezantsi bendi down ngeyona ndlela kunamhlanje ndiye ndathatha iselula yam ndabhalela u Sivuyise ndimbuza ukuba undawoni okanye Sele ekhwele nah impendulo yakhe iye yamfutshane kakhulu undixelela uba Sele ephumile eQonce ngoku uya e airport nam ndivumile ke namgona umnqwazi wam ungaqinanga nje ndithe ndisekwezo ngcinga ndothuswa ngu tata ekucaba kudala ethetha qha mna bendingamva
Tata: hayibo lubanzi kudala ndithetha nawe yintoni le ikuphazamisayo le ikwenza uba ungandiva xandithetha nae
MN: uxolo Tata ubusithini
Tata: yemadoda noba ndiyalingwa apha nguwe awuvanga noba bendisithini
MN: andikuvanga Tata cela undiphindele
Tata: hayi ngumhlola Kelo
Mama: lubanzi u ryt
MN: ketana mama nawe Tata umnqwazi wam awuqinanga ncam koluhambo Luka sivu ebekhe wanditsalela umxeba ezinzulwini zobusuku endixelela ngengozi ayiphuphileyo
Okuhle: yhoo ndavele ndaphelelwa ngamathemba kengoku
Mama: ohyhini usana lwam cela sogobeni intloko sonke sicele kubawo uqamata amkhanyisele indlela afike ephephile

sesathandaza ke kwafika ixesha loba mabahambe bayokhawulela u sivu imoto ibingafuni kuhamba ithule inga starti kwayona uye wakhala u aphiwe keyenake bakhala no Isiphile no Akhanani uba kukhalelwani nathi asazi besimelwe yimatha mntakabawo sithi sithulisa ngapha omnye ngapha uyakhala
MN: Hai kengoku kukhalelwani apha cela ningahloli bantu
ndithe ndisathetha kwaza u Okuhle esithi' masilite indaba kuye kwavela ingozi eyenzekileyo Xa uzongena emonti caba kuwe I aeroplane Kanye le ibikhwele u Sivuyise sithe sisajonge leyo kwanqonqozwa emnyango ibingabomthetho kesana
police 1: ingaba kukwa boi apha
Tata: ewe kukwa boi singakunceda ngantoni
police 2: uxolweni sapho lakwa boi asizanga ngokuhle siyaxolisa sithunyiwe sizoxela uba u Sivuyise Boi ukweliqela libandakanye kwingozi ngebhadi akakwazanga ulenza ixesha siyaxolisa kakhulu
Mama: yima yithani ayonyani not usivuyise wam yithani niyadlala Bantu bomthetho
police 2: siyaxolisa
Tata: siyabulela ngesaziso ningakhululeka

Yabasesosijwili ke endlini inene isitya esihle asidleli Rip Sivuyise Boi ulale kakuhle apho ukhoyo ubelidlozi elihle kuthi uzohlala usezintliziyweni zethu sisi wam ndonakele emoyeni sana kuye kwaza u Okuhle k*m
Okuhle: andithi ayonyani usaphila u sivu lubanzi
MN: uxolo Sisi wam akasekho u Sivuyise usishiyile emhlabeni xola mntasekhaya masimkhululeni ahambe

Yhoo caba ndimthumile uba makakhale watsho esofelweyo sana u Okuhle isikhala yayilonto nje

29/08/2026

Ndifunde Umthanda

insert 12

Besele siku November ngoku sileqa ukuya kwi nyanga yomnga ndithe ndisalele amaxesha ibingu 00:00 midnight xakukhala umnxeba wam ibingu Sivuyise lona uza emveni Kwam bek*mele uba uyabuya ke yena namhlanje qha kengoku akakwazanga ngenxa yemozulu caba kuyanetha e Qonce ndiye ndawubamba ke

Mn: nomdade
Sivuyise: Lubanzi unjani
MN: ndiyaphila akhonto unjani wena
Sivuyise: ndiyaphila nam kodwa andiphilanga ncam
MN: hayibo kwenzekani umakhulu no tamkhulu ba ryt kwenzekani sivu khona kutheni undiphonela ngelixesha ingaba yonke into isahamba kakuhle endlini
Sivuyise: yhoo imibuzo emingaka lubanzi ndiqale ngomphi ukuphendula ndigqhibele ngomphi
Mn: qala noba uqale waphendula nobangomphi
Sivuyise: nah lubanzi Abantu bayaphila endlini akhonto bakhala ngalo qha mn ndivuke ngephupha elibi kakhulu since wazi ukuba ngomso ndiyabuya ndiphuphe kusenzeka ingozi enkulu kakhulu kwi flight endizobe ndiyikhwele and ngathi akhomntu ozolenza ixesha lokuphila ndiyoyika kemnake bendibawela nokungabuyi ngomso ndibuye ngomgqhibelo
Mn: yhoo awuzokwazi klk Sisi wam ubuya ngomgqhibelo thina sikulindele uba ngomso uyabuya wena ubuxelele bani uba uza emonti
Sivuyise: abangani bam nabanye omakhelwane nabantu belali bayazi ukuba ngomso ndizakuni nalo mama walapha e next door uyayazi lonto banzi ndiyoyika kemnake
MN: Thoba ixhala nomdade akhonto ezokwenzeka uyandibhida kngk xa usithi waziwa ngabantu abanintsi ubaxelele abazali ngeliphupho lakho into omawuyenze wena thandaza Sisi wam ubophe lomoya wengozi ndiyakucela ngxaki sisakudinga thina apha ekhaya usenamaphupho ok*mele uyawafeza so into omawuyenze thandaza jonga sekusisa ngoku lala kwenzele uzokwazi uvuka akhonto izokwenzeka ndiyathembisa
Sivuyise: enkosi banzi ngengcebiso ondinika yona enkosi kakhulu
MN: akhongxaki mntakamama ndikholo nina for lonto lala ke Mampinga uyathandwa ndim.
Sivuyise: uthandwa ndim banzi sothetha xandifike apho
MN: kulungile

savalelisana kona kona ibinditya lento ka Sivuyise kakhulu khange

28/08/2026

insert ezintathu ziyeza cela Ni liker ni commente ndiyacela 💯🙏

Address

Mdantsane
2113

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ibali Lika inathi posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share

Category