Ndebe Ngunis

Ndebe Ngunis Beef cattle farming

03/09/2026

Ungasebenzela umNtu unenkomo ezingaka? πŸ˜€

31/08/2026

Imbalela ezayo zange-sayibona. Ayikho into eyodlula ukuzilungiselela. Phungula umhlambi ukuba awuzukwazi ukuzondla. Thenga ukutya kwempahla ukugcine, ulungiselele unongekhe- ehle.🀠

30/08/2026

Libambe lingashoni.🌞🀠 πŸ‚ πŸ‚ πŸ‚....

27/08/2026

@ drdar EC, lento yocinezelwa kweNguni fanele iphele-nya .πŸ‚πŸ”₯✊🏾

Intle Nguni...😍
26/08/2026

Intle Nguni...😍

26/08/2026

Inkunzi yodidi uyikhetha / uyibonanjani, uyibona nini?

24/08/2026

Inkunzi iyafumaneka, ungayithenga nge 25k, okanye uze namathokazi amabini, okanye Imazi emithi, okanye enye inkunzi. Lena iqabela abantwana bayo ngoku.

Call or WhattsApp: 0789723756

24/08/2026

Intle Nguni.. 😍πŸ”₯😍

20/08/2026

Ubaba ophethe isbaya soNdebe, sibusa yena..πŸ™‡πŸΎπŸ”₯❀️



Address

R72
Peddie

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ndebe Ngunis posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Ndebe Ngunis:

Shortcuts

Share

Category